Kukho ihlabathi lamasuntswana asisiseko angabonakaliyo emehlweni abantu, kunye nehlabathi elibizwa ngokuba yiNyanga apho-ngenxa yomahluko womxhuzulane-unokuthi usebenzise amandla angaphezu kwamathandathu xa uthelekisa noMhlaba.
Ngokunjalo, ubukumkani bezulu, obulawulwa nguKrestu Ahnsahnghong noThixo uMama, ngokuqinisekileyo bukhona.
Xa siqonda ihlabathi lokholo asebenza kulo uThixo uSomandla, sinokufumana imimangaliso eza ngokholo, njengokwahlulwa koLwandle oluBomvu, uloyiso lukaGidiyon nokuwa kweYeriko, nokuphiliswa kwamadoda amabini aziimfama.
Zithe, akungena ke endlwini, zeza kufika kuye iimfama; athi kuzo uYesu, Niyakholwa na ukuba ndinako ukukwenza oko? Zithe kuye, Ewe, Nkosi. Wandula ukuwachukumisa amehlo azo, esithi, Ngokokholo lwenu makwenzeke kuni. Avuleka ke amehlo azo. . . . Mateyu 9:28–30
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala