IBhayibhile iprofeta isithi iYerusalem yasemhlabeni yamiselwa nguThixo njengesithunzi sokusityhilela isiqu esiyinyani, iYerusalem yokomoya, uMama waseZulwini.
Ngoko ke, ngasemva kokubaluleka abantu abaninzi abakubeka kuhambo ngezonqulo oluya eYerusalem kukho intsingiselo yokuba kufuneka size kwiYerusalem, uThixo uMama.
Abaprofeti abaninzi baprofeta ukuba usindiso lufumaneka ngokubuyela kuMama iYerusalem, kwaye uKristu uAhnsahnghong Naye wathi, “Ndilandela uMama.”
Ke ngoko, ukuba uwafundile waweva la mazwi, kufuneka uze kuThixo uMama ngazo ezi mfundiso ukuze usikelelwe nguThixo.
Ke yona ephezulu iYerusalem ikhululekile, enguma wethu leyo.
KumaGalati 4:26
UMoya nomtshakazi bathi, Yiza. Lowo uvayo makathi, Yiza. Lowo unxaniweyo makeze; lowo uthandayo, makawathabathe amanzi obomi ngesisa.
IsiTyhilelo 22:17
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala