Ukholo alubonakali, kodwa ekugqibeleni lubonakaliswa ngesenzo sokuthobela.
UThixo wavakalisa isiphelo kwasekuqaleni, waza waxela kwangaphambili oko kuseza kwenzeka, ebongoza uluntu ukuba luzuze usindiso lobukumkani bamazulu ngokholo nokuthobela.
Xa uThixo esiyalela okuthile, asikuko ukuba ingeniso yeYakhe kodwa wenzela thina—ngokwendlela efanayo nekaKumkani uYosiya, uAbraham noNowa, konke ukwenzele inzuzo yethu kunye nosindiso lwethu.
Ngoko ke, nakweli xesha, ngokuthobela iimfundiso zikaKristu uAhnsahnghong noThixo uMama, abeza njengoMoya noMtshakazi, uluntu luyasikelelwa yaye ekugqibeleni luya kuba nenxaxheba ekuphumleni kukaThixo.
Kothi, ukuba ùthe waliphulaphula ngenkuthalo izwi likaYehova uThixo wakho, ukuba ugcine wenze yonke imithetho yakhe endikuwiselayo namhla, uYehova uThixo wakho akuphakamise ngaphezu kweentlanga zonke zehlabathi;
zibe phezu kwakho ezi ntsikelelo zonke, zikufumane, xa uthe waliphulaphula izwi likaYehova uThixo wakho: . . .
Wòsikelelwa ekungeneni kwakho, usikelelwe ekuphumeni kwakho.
Duteronomi 28:1–6
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala