Kufanele sifunde izifundo kwimizekelo kaKumkani uSawule, uHofeni noPinehas, kuba amakhaya abo atshatyalaliswayo ngenxa yemikhuba yabo emibi yokungathobeli amazwi kaThixo, ukuze sibe nokwazi ukohlukana nayo imikhwa yethu emibi, ze sakhe imikhwa elungileyo yokuthobela ilizwi likaThixo.
Amalungu eBandla likaThixo ahlonela uKristu uAhnsahnghong noThixo uMama abeze njengaBasindisi kweli lixa, ngexa enemikhwa elungileyo ebakhokelela eZulwini, babelane ngamazwi kaThixo amanzi obomi asindisa ihlabathi.
“ Ndathetha nawe uchulumachile;
wathi wena, Andiyi kuva.
Yindlela yakho leyo kwasebuncinaneni bakho, ukuba ungaliphulaphuli ilizwi lam.”
UYeremiya 22:21
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala