Ekubeni uluntu ngoku luphila kwihlabathi elizele ziintlungu, iimbandezelo kunye nosizi, uThixo ufuna ukusinika ubukumkani bezulu apho kungasekho kufa, nantlungu, nasizi, apho uvuyo olungunaphakade, uvuyo nolonwabo luphuphuma khona—eli licebo likaThixo.
UThixo wamisela umnqophiso omtsha wokunika uluntu ubukumkani bezulu banaphakade njengelifa.
Imfihlelo yokuqweba iintsikelelo kubukumkani bezulu kukugcina imithendeleko efana neSabatha kunye nePasika ngokulandela uKristu uAhnsahnghong, oweza njengoMlamli womnqophiso omtsha, nangokulandela uThixo uMama, osisiqu esiyinyani somnqophiso omtsha.
Ufungile uYehova wemikhosi wathi, Inyaniso, njengoko ndicinge ngako, koba njalo; njengoko ndicebe ngako, koma ngolo hlobo;
Isaya 14:24
Azisule uThixo zonke iinyembezi emehlweni abo, Kungabi sabakho kufa, Kungabi sabakho nasijwili, nakukhala, nantlungu; Ngokuba izinto zokuqala zigqithile.
IsiTyhilelo 21:4
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala