Ngelixa uThixo eyivulile indlela yokuba ivangeli isasazeke ngokuhambela phambili kwenzululwazi nobuchwepheshe, ezothutho, ne-Intanethi, kufuneka sikhawuleze sisasaze ulwazi lomnqophiso omtsha kunye nenyaniso ngoKristu uAhnsahnghong noThixo uMama ehlabathini.
Nangona uMpostile uPawulos wabavalela entolongweni waza wabatshutshisa abangcwele, wakwenza oko ngaphambi kokuba ayazi inyaniso ngoYesu uKristu. Kwangokunjalo, kufuneka sifundise ulwazi lwenyaniso lukaThixo kwabo bangalaziyo iBandla likaThixo, iSabatha, kunye naPasika babe bethetha ngokuchasene nayo. Ngokwenjenjalo, sinokubakhokelela ekubeni bafumane intsikelelo yosindiso, nto leyo emkholisa kakhulu uThixo.
Wathi kubo, Hambani niye kulo lonke ihlabathi, nizivakalise iindaba ezilungileyo kuyo yonke indalo. Lowo ukholiweyo wabhaptizwa, wosindiswa; ke yena ongakholwanga, wogwetywa. Marko 16:15–16
[O]Msindisi wethu uThixo; onga yena bangasindiswa bonke abantu, bafikelele ekuyazini inyaniso. 1 KuTimoti 2:3–4
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala