Kufuneka sifune uThixo kuba iimpendulo zeengxaki zobomi bethu zisoloko zinikwa nguThixo.
Isizathu sokuba uDavide, uYehoshafati noHezekiya baphile ubomi obonwabileyo noboyisayo yayikukuba babexhomekeke kuThixo, kungekhona ebantwini okanye kwizinto zehlabathi.
UThixo wabhala imbali yexesha elidlulileyo eBhayibhileni kuthi thina baphila kweli xesha.
UThixo wayesoloko ekunye nabantu bakhe—xa iYeriko yoyiswayo noLwandle Olubomvu lwahlulwayo.
Ukukhumbula oku, amalungu eBandla likaThixo asoloko exhomekeke kuThixo kuyo nayiphi na imeko enzima.
Wenjenjalo uHezekiya kumaYuda onke; wenza okulungileyo, nokuthe tye, nokunyanisileyo, phambi koYehova uThixo wakhe;
nasemsebenzini, nokuba nguwuphi, awawuqalayo wenkonzo yendlu kaThixo, nomyalelo, nomthetho, ukuba amquqele uThixo wakhe, wawenza ngentliziyo yakhe yonke, waphumelela.
2 yeziKronike 31:20–21
Baba baninzi abazisa umnikelo kuYehova eYerusalem, nezinto ezinqabileyo kuHezekiya ukumkani wakwaYuda. Waphakanyiswa emehlweni eentlanga zonke emveni koko.
2 yeziKronike 32:23
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala