IBhayibhile iyangqina ukuba izithunywa zezulu zaphoswa emhlabeni ngenxa yokuba zahendwa nguSathana zaza zona ezulwini—eli libali loluntu.
UKristu uAhnsahnghong noThixo uMama beza kulo mhlaba baza baseka iPasika yomnqophiso omtsha ukuze banikele ukuxolelwa kwezono eluntwini ukuze lubuyele kwikhaya lalo lokomoya, ubukumkani bamazulu obungunaphakade.
Kanye njengokuba usapho lwasemhlabeni lihlobene ngegazi, usapho lwasezulwini nalo lihlobene ngegazi.
Ukuze babe ngamalungu osapho lwasezulwini njengabantwana bakaThixo uBawo noThixo uMama, uluntu lumele lutye isonka sePasika luze lusele iwayini yePasika ethabatha inxaxheba kwinyama negazi likaThixo.
Namhlanje, amalungu eBandla likaThixo kumazwe ali-175 agcina iPasika ngamxhelo mnye.
Bakhonza kwindawo engcwele engumfuziselo nesithunzi sento esemazulwini.
KumaHebhere 8:5
Wafika ke umhla wezonka ezingenagwele, ekwakumele ukuthi ngawo kubingwe imvana yepasika. . . .
Wathabatha isonka, wathi akubulela waqhekeza, wabanika, esithi, Ngumzimba wam lo, onikelwa ngenxa yenu; . . .
Kwangokunjalo nayo indebe wayithabatha, kwakukhovwa ukudliwa, esithi, Le ndebe ingumnqophiso omtsha osegazini lam, eliphalalela nina.
Luka 22:7–20
Ngoko ke anisengabasemzini nabaphambukeli; ningamakhaya kubo abangcwele, ningabendlu kaThixo, . . .
KwabaseEfese 2:19
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala