Zonke iicawa ziyavumelana ngokubiza uThixo “njengoBawo” kungakhathaliseki ukuba ngabaliphi na ihlelo.
Ekutyhubeleni kwembali, uluntu luye lwanqula yaye lwakholelwa kuThixo omnye kuphela, uThixo uBawo, kodwa iBhayibhile iye yasifundisa ngokuphindaphindiweyo ukuba ukuze uluntu lufumane ubomi luze lungene kubukumkani bamazulu, ubukho bukaThixo uMama bubalulekile.
UThixo wadala iintlanzi zolwandle, izilwanyana zasemhlabeni, iintaka zezulu, umhlaba wezityalo, kwanoluntu ukuba lufumane ubomi ngomama, enenjongo yokuba simazi uThixo onguMama onika ubomi ngolungiselelo lwazo zonke izinto.
Ùfanele, Nkosi, ukwamkela uzuko, nembeko, namandla; Ngokuba inguwe owadala zonke izinto, Nangenxa yokuthanda kwakho zikho, zadalelwa oko.
IsiTyhilelo 4:11
Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana.
Genesis 1:27
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala