UThixo omnye uYise wadlala indima kaBawo
enegama elithi Yehova kwilixa likaBawo;
kwilixa likaNyana, weza negama likaYesu waza
wamisela umzekelo eluntwini njengoNyana;
kwilixa likaMoya oyiNgcwele, weza okwesibini
enegama elinguKrestu Ahnsahnghong.
Oku koko kuthethwa yiTrinithi.
Abo bayiqondayo imfundiso yeTrinithi banokukholelwa baze
baqonde ukuba oko uThixo uYehova wakwenzayo
kwenziwa nguYesu, yaye oko uYesu wakwenzayo
kwenziwa liGama Elitsha u-Krestu Ahnsahnghong.
Banokuqonda kwakhona ukuba kwilixa likaMoya oyiNgcwele,
uKrestu Ahnsahnghong kufuneka eze noThixo uMama,
uMtshakazi woMoya oyiNgcwele kwaye akhokelele uluntu
elusindisweni ngePasika yomnqophiso omtsha.
Mna ke, mna ndinguYehova, akukho
msindisi ingendim.
Isaya 43:11
Nguye lo ilitye elenziwa into
engento nini bakhi, . . .
Kananjalo usindiso alukho kuwumbi; kuba akukho
gama limbi phantsi kwezulu, linikiweyo phakathi kwabantu,
esimele ukusindiswa ngalo.
IZenzo 4:11–12
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala