IBhayibhile ingqina ngoThixo uBawo noThixo uMama ngoAdam noEva.
Kanye njengokuba uEva ebizwa ngokuba “ngunina wabaphilileyo bonke,” wanika uluntu ubomi bokwenyama, yaye uThixo uMama weza kulo mhlaba ukuze anike uluntu ubomi obungunaphakade.
Wathi uThixo, “Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu . . .” waze wadala indoda nenkazana, ibe wasebenzisa isibizo esikwisininzi esithi “Elohim” [OoThixo] ngaphezu kwezihlandlo ezingama-2,500 eBhayibhileni.
Ngaphezu koko, wanikela ubungqina bokuba uThixo uMama onika uluntu ubomi obungunaphakade ukho ngobonelelo Lwakhe lokudala zonke izinto ukuze zifumane ubomi ngomama kuphela.
Wathi uThixo, Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi. . . .
Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana.
Genesis 1:26–27
UAdam walibiza igama lomkakhe ngokuthi nguEva, ngokuba yena engunina wabaphilileyo bonke.
Genesis 3:20
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala