Kanye njengokuba kukho imithetho kulo mhlaba, uThixo ukwanemithetho yosindo loluntu.
Njengoko uRehabheham wakwaYuda noYarobheham wakwaSirayeli babonisayo kwilixa elidlulileyo, izikumkani nabantu abangayithobeliyo imithetho kaThixo baya kufumana iintlekele nesohlwayo ekugqibeleni.
IBhayibhile ithi abo bawushiyayo umthetho kaThixo ngabo bamshiyayo uThixo.
Phakathi kweecawa ezininzi ezisehlabathini, uThixo ukwibandla eligcina imithetho [imiyalelo] kaThixo aze alikhokele kuloyiso kwiintlekele nakwidabi elikhulu elinxamnye noSathana.
Kwathi bakubon' ukuba buzinzile ubukumkani bukaRehabheham, ákomelela, wawushiya umyalelo kaYehova, namaSirayeli onke kunye naye.
Kwathi, ngomnyaka wesihlanu wokumkani uRehabheham, kwenyuka uShishaki ukumkani waseYiputa, wayingenela iYerusalem, ngokuba bebemenezile kuYehova;
2 IziKronike 12:1–2
Yamqumbela umfazi inamba, yemka yaya kulwa nabaseleyo bembewu yakhe, abo bayigcinayo imithetho kaThixo, abanobungqina bukaYesu Kristu.
IsiTyhilelo 12:17
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala