Ejonge emanzini, uThixo wadala iintlanzi waza wazivumela ukuba ziphefumle ngaphantsi kwamanzi kuphela.
Ekubeni uThixo wadala imithi ukuba imilise iingcambu emhlabeni, wayiyeka izalise kuphela xa iingcambu zendele emhlabeni.
UThixo uBawo noThixo uMama badala uluntu ngokujongana kwaye babavumela ukuba bamkele intsikelelo yolonwabo nobomi obungunaphakade kuThixo.
Xa uSamson noSawule bemkayo uThixo, bajamelana nesiphelo esilusizi nesibuhlungu, kodwa xa babephila ubomi bokuthobela uThixo, baphumelela kuyo yonke into.
Nakweli xesha, amalungu eBandla likaThixo ayakwazi ukuphila ubomi boloyiso kuyo yonke into kuba aphila kuKristu u-Ahnsahnghong noThixo uMama, Abeza njengoMoya noMtshakazi.
Wathi uThixo, Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi. . . .
Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana.
Genesis 1:26–27
Umdiliya ndim, nina ningamasebe; lowo uhleli kum, ndibe mna ndihleli kuye, yena uthwala isiqhamo esininzi; ngokuba, ningekum, aninakwenza nto.
Yohane 15:5
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala