UThixo uthe ukuba sifuna ukuba ngookumkani, kuse emaphakadeni asemaphakadeni
eBukumkanini BaseZulwini,
kumele sithathe iminqamlezo yethu silandele uKristu.
Kwinkqubo, kukho imiqobo nobunzima,
kodwa amalungu eBandla likaThixo athanda ukuhlala ngokuhlunela
uThixo ngenxa yozuko lweZulu, benza nemizamo
yokumelana nobunzima besithsaba—umnqamlezo.
Nje ngokwenza kukaKristu kwiLixa loNyana,
kwiLixa loMoya Oyingcwele uBawo Wasemazulwini uKristu Ahnsahnghong
no Ma Wasemazulwini bathatha umnqamlezo wabantu bonke,
kwaye bahamba indlela yombingelelo, besixelela ukuba sifumane
iintsikelelo zobubingeleli basebhotwe eZulwini.
Wayesithi ke kubo bonke, “Ukuba ubani uthanda ukundilandela,
makazincame, awuthwale umnqamlezo wakhe imihla ngemihla, andilandele ke.” ULuka 9:23
. . . Baya kuba ngookumkani,
kuse emaphakadeni asemaphakadeni. Isityhilelo 22:5
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala