Lowo unika amanzi obomi kuwo onke amaxesha – elikaYise, neloNyana neloMoya oyiNgcwele, nguThixo kuphela.
Nangona kunjalo, abanye bathi abangcwele banokunikeza amanzi obomi.
Bubuvuvu ukuba abangcwele, abahambisa kuphela amanzi kaThixo obomi, bathi ngabo abanikeza amanzi obomi.
Kufana nje nonoposi ohambisa iposi esithi, “Ndim umthumeli.”
Akukho ngqiqweni ukwenza ngathi sinikeza ngento ethile ngoxa eneneni inikezwa ngomnye umntu.
Ukuba sithi singabo banikeza into evela kuThixo, siya kuzizisela isiqalekiso.
Njengabantu bakaThixo, kufuneka sazi ukuba uThixo uza eluhlobo luni na ukusinika amanzi obomi kweli lixa, nesizathu sokuba iBhayibhile imchaza njengoMoya Oyingcwele noMtshakazi, nendlela abawanika ngayo amanzi obomi.
IBandla likaThixo likholelwa kuMoya oyiNgcwele u-Ahnsahnghong nakuThixo
uMama onguMtshakazi.
Siyathemba ukuba uya kufumana ubomi obungunaphakade ngamanzi obomi aphiwa
nguThixo uYise noThixo uMama.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala