Njengokuba umgwebi egqiba ukuba ummangali nommangalelwa balungile okanye abalunganga ematyaleni alo mhlaba, xa umhla womgwebo usiza emhlabeni, uThixo ongumgwebi eZulwini, wogweba ukuba abantu bafenele ukuya eZulwini okanye esihogweni ngokwezenzo zabo, ngokwamazwi eBhayibhile.
UThixo uthi ukuba abo bathi, “Ndikholelwa kuThixo,” babe bengayigcini imithetho bayakugwetyelwa esihogweni njengamaxoki akwamoya.
Kweli lixa, uThixo unikeza ngosindiso ebantwaneni basezulwini abasala enyanisweni yoMnqophiso Omtsha ngokweemfundiso zikaKristu Ahnsahnghon noThixo uMama,
bekhumbula uMhla weSabatha ngokuwungcwalisa.
Asingabo bonke abathi kum, Nkosi, Nkosi, abaya kungena ebukumkanini bamazulu; ngokwenzayo ukuthanda kukaBawo osemazulwini.
Mateyu 7:21
Sazi ngale nto ukuba siyamazi, ngokuthi siyigcine imithetho yakhe. Lowo uthi,
Ndimazile, abe engayigcini imithetho yakhe, ulixoki, kulowo ayikho inyaniso.
1 KaYohane 2:3-4
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala