Kuba abantu bengakwazi ukubona ilizwe lakwamoya kuba besenyameni, bahlala
bekhangela uThixo ukuba abasombululele iingxaki abahlangana nazo ebomini babo. Kodwa, ngoku kufanele ukuba sigcine imithetho kaThixo, uThixo athembise ukuyibuyisela ubume bethu beqobelo aze asikhokelele kbanaphakade nobuzukileyo uBukumkani beZulu.
IBandla likaThixo libandla lokwenyani
elakhiwa kwisiseko sabapostile nabaprofethi. Amalungu athandaza egamani likaAhnsahnghong oze negama elitsha kwiLixa likaMoya Oyingcwele, kwaye bakholelwa kwiYerusalem UThixo uMama uKristu uAhnsahnghong angqine ngaye.
"Lowo weyisayo ndiya kumenza intsika etempileni yoThixo wam….ndaye ndiya kulibhalela phezu kwakhe….negama lomzi woThixo wam, iYerusalem entsha...negama lam elitsha."
IsiTyhilelo 3:12
Ngoko ke anisengabasemzini nabaphambukeli; ningamakhaya kubo abangcwele, ningabendlu kaThixo, nakhelwe phezu kwelitye lesiseko sabapostile nabaprofethi,...
KwabaseEfese 2:19-20
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala