Kwixesha lamandulo, xa amaSirayeli ona, ayehlawulela izono zabo ngegazi lezilwanyana engcweleni. Izono ezazigcinwa ngabantu kwindawo engcwele unyaka wonke zazibuyiselwa ku-Azazele, omele uSathana, ngumbingeleli omkhulu ngoMhla WokuCamagusha, umhla weshumi kwinyanga yesixhenxe ngokwekhalenda engcwele. Lo msebenzi wenziwa ngoMhla wokuCamagusha nakweli lixa.
UKristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama beze njengengcwele kwixesha loMoya oyiNgcwele. Kuya kufuneka sinikeimibulele kubo bona basisindisileyo ngokuba ngamadini okwenza uxolelaniso lwezono zoluntu lonke. Kufuneka sisebenzise uthando esilufumene kuThixo kubazalwana noodadewethu.
Wena trone yobuqaqawuli, mongamo kwasekuqaleni, ndawo yengcwele yethu;
themba likaSirayeli,
Yeremiya 17:12-13
Ngengomso uYohane umbona uYesu esiza kuye, athi, Nantso iMvana kaThixo, ethwala isuse isono sehlabathi.
UYhohane 1:29
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala