UKumkani uSolomon wathi ukoyika uThixo luxanduva loluntu lonke, ibe uYesu wathi owona myalelo mkhulu kukuthanda uThixo ngentliziyo nengqondo iphela.
Wamisela umthetho womnqophiso omtsha, esithi uthando lukukuzaliseka komthetho.
UThixo wabethelelwa emnqamlezweni ngenxa yokuba wayeluthanda kakhulu uluntu.
Zonke izilwanyana ezazibingelelwe ngokomthetho weTestamente eNdala zifuzisela uThixo, ekugqibeleni zingqina ukuba uKrestu Ahnsahnghong noMama wethu waseZulwini, abafike ngelixaa likaMoya oyiNgcwele, baya kuwumisa njani umnqophiso omtsha, kubandakanywa nomhla weSabatha kunye nePasika, ukuze kusindiswe uluntu.
Ukuhlanganiswa kwentetho, yakuba ivakele into yonke, nanku:
Yoyika uThixo, ugcine imithetho yakhe;
ngokuba indawo leyo yimfanelo yoluntu lonke.
INtshumayeli 12:13
Nina bantwana, baveni abazali benu ngokwabaseNkosini;
kuba oko kububulungisa.
Beka uyihlo nonyoko;
wona lowo ngumthetho wokuqala onedinga;
ukuze kulunge kuwe, ube nexesha elide emhlabeni.
Efese 6:1–3
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala