Emva kokunandipha zonke izinto ezazinqwenelwa ngabantu behlabathi, ekugqibeleni, uSolomon wafikelela kwisigqibo sokuba yonke into esemhlabeni ingamampunge, kukusukelana nomoya, nokuba uluntu lumele lumoyike uThixo luze luthobele ilizwi Lakhe ukuze lufumane iintsikelelo.
UThixo uyabasikelela abo bayigcinayo imithetho Yakhe, abaphakamise ngaphezu kweentlanga zonke.
Kanye njengokuba uKumkani uHezekiya noYosiya bamazantsi akwaYuda basikelelwa ngokuthobela ilizwi likaThixo, iBandla likaThixo liyadunyiswa kwaye liphakanyiswe kulo lonke ihlabathi ngenxa yokwenza iimfundiso zikaKristu uAhnsahnghong noMama waseZulwini.
Kothi, ukuba ùthe waliphulaphula ngenkuthalo izwi likaYehova uThixo wakho, ukuba ugcine wenze yonke imithetho yakhe endikuwiselayo namhla, uYehova uThixo wakho akuphakamise ngaphezu kweentlanga zonke zehlabathi;
zibe phezu kwakho ezi ntsikelelo zonke, zikufumane, xa uthe waliphulaphula izwi likaYehova uThixo wakho: . . .
Duteronomi 28:1–2
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala