Nokuba umoni uyasilibala isono sakhe, aphile ubomi obutsha, soze sinyamalale isono sakhe.
Uluntu lungamabanjwa angekagwetywa awona ezulwini kwaye alindele umgwebo wezulu okanye isihogo. Emva kwethuba lokugqibela lokuguquka kulo mhlaba ngomthetho womnqophiso omtsha, bamele beme phambi kwesihlalo sokugweba sikaThixo, yaye baya kunikwa umgwebo wokugqibela wezono zabo.
Umthetho womnqophiso omtsha uqulathe idinga lokususa zonke izono zethu nezikreqo.
UYesu wabandezeleka emnqamlezweni ukuze asuse izono ezinzulu zaboni basemoyeni. UKristu Ahnsahnghong noThixo uMama bawubuyisele umthetho womnqophiso omtsha oqulethe olo babalo lwentlawulelo. Kanye njengokuba uYesu wenzayo, Bamemeza ngenyameko Besithi, “Guqukani” yaye bakhokelela uluntu kubukumkani bamazulu.
Ke kwanjengokuba ke abantu bemiselwe ukuba bafe kube kanye, ize ke emveni koko ibe ngumgwebo: . . .KumaHebhere 9:27
Kwaza ukufa nelabafileyo kwaphoswa edikeni lomlilo. Oko kukufa kwesibini. Wathi ongafunyanwanga ebhaliwe encwadini yobomi, waphoswa edikeni lomlilo.IsiTyhilelo 20:14–15
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala