Malunga neminyaka engama-2,000 eyadlulayo, amaSirayeli abuza uYesu esithi, “Sibonise umqondiso wokuba unguThixo.” Ngelo xesha, uYesu wathi uya kusinika imana yobomi esinika ubomi obungunaphakade xa siyitya, endaweni yemana eyayingenakusinika ubomi obungunaphakade nangona abantu bayitya entlango iminyaka engama-40. Kodwa, amaYuda amaninzi ngelo xesha ayengakholelwa kuYesu ngenxa yokuba weza esenyameni.
IBandla likaThixo likholelwa kuKristu uAhnsahnghong nakuThixo uMama abasinike imana yobomi.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala