IBandla likaThixo ligcina imithendeleko efana nomhla
weSabatha kunye nePasika, eziyimithetho kaThixo.
Ukuba asiyigcini imithetho kaThixo, asikwazi ukufumana
ukuqonda okulungileyo, kwaye ubulumko bethu kunye
nokuqonda kwethu kuyanyamalala, kusikhokelela ekwenzeni izenzo
ezibi phantsi kwenkolelo yokuba akukho Thixo.
IBhayibhile iyangqina ukuba abo bafuna uYehova
kwilixa likaYise, uYesu Kristu kwilixa loNyana,
noKristu Ahnsahnghong noThixo uMama—uMoya noMtshakazi—
kwilixa likaMoya oyiNgcwele ngabo banokuqonda, njengabantu
bakaThixo abanyanisekileyo yaye baya kusindiswa.
Síthi isidenge entliziyweni yaso, Akukho Thixo.
Bonákalisile, balisikizi ngobugqwetha babo; Akukho
wenza okulungileyo.
UThixo esemazulwini uqondele koonyana babantu, Ukubona
ukuba ukho na oqiqayo, Ofuna uThixo.
Bonke babuyé umva, bayimbozisa bephelele; Akukho
wenza okulungileyo, Akukho nokuba abe mnye.
INdumiso 53:1–3
Ingqalo yobulumko kukoyika uYehova, Banengqiqo
elungileyo bonke abenza ngako;
Indumiso yakhe ihlala imi.
INdumiso 111:10
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala