Akukho bani phakathi kwabantu behlabathi unokugwetywa nguThixo okanye amkele usindiso okanye uxolelo lwezono okanye isithembiso sokuba ngumbingeleli wasebhotwe emazulwini ngaphandle kokuthatha inxaxheba kwiPasika yoMnqophiso Omtsha osekwe ngegazi Lakhe elaphalala emnqamlezweni.
Kuba singenoba nobomi ngaphandle kokudla sisele inyama negazi likaThixo, uKristu Ahnsahnghong weza okwesibini, wabuyisela iPasika eyayi bhangisiwe ngoAD 325, waze wangqina ngeYerusalem uMama waseZulwini, ingcambu yobomi loluntu.
nisazi nje ukuba anihlawulelwanga nikhululwe ngazinto zinakonakala, oozisilivere noozigolide, kuyo ihambo yenu engento, enayinikelwayo ngooyihlo. Kwakungegazi elinqabileyo likaKristu, njengelemvana engenasiphako, engenabala.
KaPetros I 1:18-19
Wathi ngoko uYesu kuwo, Inene, inene, ndithi kuni, Ukuba anithanga niyidle inyama yoNyana woMntu, nilisele igazi lakhe, aninabo ubomi kuni.
Yohane 6:53
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala