UThixo, ongumthombo wabo bonke ubulumko nolwazi, weza njengomntu ukuze anikeze
izitshixo zoBukumkani Bamazulu kwabo bamqondayo, bamamkela njengoPetros.
UThixo uzele ukutshintsha ulwazelelo lwabo ukusuka esihogweni ukuya eZulwini
njengesihange esasisekunene Kwakhe, nokubanika usindiso, nobulumko obuvumela abo
Bamamkeleyo ukuba boyise ubunzima obuninzi abanokujongana nabo ebomini babo.
Ukuvuma uThixo oze emhlabeni esenyameni kukwazi imfihlelo kaThixo. Ibandla, elasekwa emhlabeni nguYesu kwiLixa loNyana, nelasekwa kwiLixa loMoya OyiNgcwele nguMoya noMtshakazi—uThixo uAhnsahnghong noThixo uMama—abasinika amanzi obomi, liBandla likaThixo.
ukuze zithuthuzelwe iintliziyo zabo, bebandakanyiwe ngothando, kusingise kuyo yonke indyebo yokuqonda okuqinisekileyo, kusingise ekwazini imfihlelo kaThixo uYise,
nekaKristu, ekufihlwe kuye bonke ubutyebi bobulumko nobokwazi.
KwabaseKolose 2:2-3
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala