Xa uYesu, uThixo uSomandla, weza esenyameni ukuze asindise uluntu, abantu abaninzi babemcekisa.
Noko ke, kwakukho abo babemhlonela njengomfazi owagalela iziqholo entloko kuYesu, umthetheli-khulu, umfazi owayesopha, noZakeyu.
Abangcwele beBandla lokuqala bamamkela uYesu ngokholo olunjalo, baze ngembuyekezo, bafumana isipho soMoya oyiNgcwele wobabalo.
Amalungu eBandla likaThixo akholelwa ukuba uKristu uAhnsahnghong noThixo uMama bangabaSindisi abeza ngokwesiprofeto esithi, “UThixo uya kuza njengoMoya noMtshakazi kwilixa loMoya oyiNgcwele,” kwaye bayabahlonela.
UThixo ubapha uMoya oyiNgcwele wemvula yamva, omkhulu ukodlula lowo weBandla lokuqala, okhokelela kumsebenzi omangalisayo wabantu abahlonela uThixo kwihlabathi jikelele.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala