Ngamaxesha eCawa yokuqala, umnqamlezo wawusisixhobo sokubulala nesithixo esifuzisela ubuhedeni.
Noko ke, ukususela ngexesha likaConstantine, umnqamlezo wawusetyenziswa ngamaKristu njengomfuziselo.
Nanamhlanje, abo benza umnqamlezo baze bawunqule baza kutshatyalaliswa.
Ngoko ke, sifanele sikholelwe kumnqophiso omtsha owamiselwa nguKristu, size sisindiswe.
Iicawa ezininzi emhlabeni zinomnqamlezo, kodwa yiBandla likaThixo kuphela elilahla isithixo kwaye ligcina umnqophiso omtsha.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala