“Lowo uvusa isixeko seYeriko, wolahlekelwa ngunyana wakhe
wamazibulo, nonyana wakhe oligqibelo.”
Isiprofeto sikaYoshuwa asizange sinyamalale kwanasemva kweminyaka
engama-500 kodwa sazaliseka sonke.
Ngokufanayo, sonke isiprofeto esibhalwe eBhayibhileni
siyazaliseka, kwanezona nkcukacha zincinane.
“Abantu behlabathi baya kuza kwiBandla likaThixo ukuze
bafunde iimfundiso zikaThixo uMama.”
Namhlanje, uluntu lunokubona ukuba amazwi kaKristu Ahnsahnghong
malunga nozuko lukaMama waseZulwini iYerusalem ayazaliseka.
Kungenxa yokuba amazwi Akhe aziziprofeto zeBhayibhile uThixo
awayesele ezixelile kwangaphambili esebenzisa abaprofeti abaninzi abanjengoIsaya,
uYeremiya, uHezekile, uZekariya, noMpostile uYohane.
Kanjalo sinalo nelona lizwi liqinisekileyo elilelobuprofeti, enityaphayo
ukulinyamekela, linjengesibane esikhanyisa endaweni emnyama, . . .
ukuba sonke isiprofeto sesibhalo asibikho ngokuzicombululela. Kuba
akukhanga kubekho siprofeto ngokuthanda komntu; báthi abantu
abangcwele bakaThixo bathetha beqhutywa nguMoya oyiNgcwele.
2 Petros 1:19–21
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala