IPasika ayingomthendeleko nje wokutya iqhekeza lesonka nokusela indebe yewayini. Lusuku lokwamkela isithembiso sosindiso ngokwamkela itywina njengabantu bakaThixo, nomthendeleko wethemba, onika ubomi obungunaphakade kuluntu olunobomi bethutyana.
UThixo weza koyisa amandla kaSathana waze wanika ubomi obungunaphakade kubantwana bakaThixo.
NgeLixa loNyana yayinguYesu kuphela, kwiLixa loMoya oyiNgcwele nguKristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama kuphela abanike uluntu iPasika yoMnqophiso oMtsha oqulethe isithembiso sobomi obungunaphakade.
“UYehova wemikhosi uya kuzenzela zonke izizwe isidlo sezinto ezityebileyo kule ntaba, isidlo sewayini egcinwe ngeentsipho…Iya kuginya ukufa kuphele…Kuya kuthiwa ngaloo mini, Yabona, lo nguThixo wethu; besithembele kuye, ukuba asisindise” Isaya 25:6–9
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala