Umsebenzi webandla wokwenyani kukushumayela 
umyalezo wosindiso kwihlabathi liphela.
NgoMhla wePentekoste, uThixo wáthulula uMoya oyiNgcwele 
kwiBandla likaThixo elalihanjwa nguPetros noYohane 
kwiminyaka engama-2,000 eyadlulayo- iBandla elaligcina iSabatha, 
iPasika, nePentekoste phantsi koMnqophiso Omtsha. 
Nakwixesha loMoya oyiNgcwele, uThixo uthulule 
uMoya oyiNgcwele phezu kweBandla likaThixo elinoMnqophiso Omtsha 
waze wanika eli Bandla umsebenzi wokusindisa umhlaba wonke.
“Niya kwamkela ke amandla, akubon’ ukuba uMoya oyiNgcwele uhlile phezu kwenu;
nibe ngamangqina am eYerusalem,
kwanakulo lonke elakwaYuda nelaseSamariya, kude kuse nasekupheleni komhlaba.” iZenzo 1:8
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya 
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala