Kanye njengokuba uThixo walungiselela umkhombe njengekhusi ngexesha likaNowa ngaphambi kokutshabalalisa ihlabathi ngamanzi, uThixo, oweza njengoDavide wakwamoya, waseka iZiyon yakwamoya apho igcinwa khona imithendeleko kaThixo waza wayalela uluntu ukuba lusabele eZiyon ngaphambi kokuba agwebe ihlabathi ngomlilo ngomhla wokugqibela.
Emva kokunyukela kukaYesu ezulwini, umtyholi wazama ukuyitshabalalisa iZiyon ngokubhangisa imithendeleko kaThixo, kodwa njengoko kwakuprofetiwe, uKristu uAhnsahnghong wabuyisela imithendeleko esixhenxe kumaxesha amathathu nomhla weSabatha.
Ngoko ke, iBandla likaThixo lisoloko lizele zizandi zovuyo nemincili ngethemba losindiso.
Ngokuba uYehova uyithuthuzele iZiyon, uwathuthuzele onke amanxuwa ayo, wayenza intlango yayo yanjenge-Eden, nenkqantosi yayo yanjengomyezo kaYehova; kufumaneka imihlali nemivuyo kuyo, imibulelo nezwi lohadi.
Isaya 51:3
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala