Ngamanye amaxesha, ubunzima kunye nokuphazamiseka kuyenzeka ngelixa uhamba kwindlela yokholo, kodwa sinokufikelela kuBukumkani obungunaphakade bamaZulu obuthenjiswenguThixo xa sinokholo olugqibeleleyo kwaye singakhalazinangantoni na njengoYobhi.
AmaSirayeli ahlala ewalibala amandla kaThixo aze amvavanya entlango, namaYuda awazange awahoye amazwi obomi avela kuYesu bazebabonisa kuphela ukuba Uze esenyameni. NakwiXeshaloMoya oyiNgcwele, naye, uThixo uba ngumgibe kwabo bangakholelwayo kuKristu Ahnsahnghong nakuThixo uMama yaye bajongana novavanyo oluvela kuSathana.
“Abawugcinanga umnqophiso kaThixo, Abavumanga ukuhamba ngomyalelo wakhe;Bazilibala izenzo zakhe ezincamisayo,Nezibalulekileyo zakhe awababonisayo.”
Iindumiso 78:10–11
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala