UYesu wabiza umSamariya “njengommelwane olungileyo”
kuba wayezimisele ukusindisa umntu osecicini lokufa,
kwaye uYesu wasicela ukuba “senze njalo.”
Amalungu eBandla likaThixo azalwa ngokutsha
njengabantu abalungileyo abasindisa imiphefumlo,
ngokushumayela amazwi obomi kwihlabathi liphela,
ukuze imiphefumlo emininzi ibuyele ezingalweni
zikaKristu uAhnsahnghong kunye noMama waseZulwini.
“Nguwuphi na kwabo bathathu ngoko, othi wena, waba ngummelwane walowo wagaxeleka ezihangeni? . . . Wathi ngoko uYesu kuye, Hamba, uye kwenjenjalo nawe.” Luka 10:36–37
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala