Ukuze sigcine amazwi kaThixo athi, “Yibani ngamangqina avakalisa uMsindisi,” kufuneka silazi igama likaYehova kwiXesha loYise, igama likaYesu kwiXesha loNyana, kunye negama elitsha likaYesu negama leJerusalem eNtsha kwiXesha loMoya oyiNgcwele.
Ngokwamazwi athi, “Unoyolo lowo uwagcinayo amazwi esiprofeto,” amalungu eBandla likaThixo ashumayela uMama waseZulwini iJerusalem eNtsha kunye noKristu Ahnsahnghong— uMoya noMtshakazi — abeza njengaBasindisi kwiXesha loMoya oyiNgcwele.
“ ‘Ke nina ningamangqina am,” utsho uNdikhoyo, izicaka zam endazinyulayo…’ ” Isaya 43:10
“ ‘Nina niya kunikwa amandla, akufika kuni uMoya oyiNgcwele, nindingqinele ebantwini baseJerusalem, nabakulo lonke elakwaJuda, nabaseSamariya, kude kuse naseziphelweni zomhlaba.’ ” UMsebenzi Wabathunywa 1:8
“Lowo weyisayo…ndiya kulibhalela phezu kwakhe... negama lomzi woThixo wam, iJerusalem entsha, ehla emazulwini ivela kuThixo wam, negama lam elitsha.” ISityhilelo 3:12
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala