Kufuneka sibe nolwazi oluphangaleleyo, hayi ngehlabathi elibonakalayo kuphela,
kodwa nangalo ihlabathi lakwamoya ukuze sifumane injongo yobomi bethu
size sifumane usindiso.
Ukuze kusindiswe uluntu, olumiselwe ukufa ngenxa yezono ezénziwa kwihlabathi leengelosi, uThixo uAhnsahnghong kunye noThixo uMama baye beza kulo mhlaba baze baseka iPasika yoMnqophiso Omtsha kwiBandla likaThixo.
“Kuba uNyana woMntu weza kufuna nokusindisa oko kulahlekileyo.” Luka 19:10
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala